YouVersion Logo
Search Icon

I‐Genesise 24:3-4

I‐Genesise 24:3-4 XHO1902A

ndize ndikufungise UYEHOVA, UTIXO wezulu, NOTIXO womhlaba, okokuba akuyi kumtabatela unyana wam umfazi ezintombini zaba‐Kanane, endihleli mna pakati kwabo: koko uya kuya elizweni lakowetu, nakuso isalamane sam, umtabatele unyana wam, u‐Yisake, umfazi.