YouVersion Logo
Search Icon

I‐Genesise 26:22

I‐Genesise 26:22 XHO1902A

Wada wafuduka kona, walimba elinye iqula; elo abapikisana pezu kwalo; ngako wabiza igama lalo nge‐Rehobote, wati: Ngokuba kaloku UYEHOVA esenzele indawo, size sicume kwelilizwe.