YouVersion Logo
Search Icon

I‐Genesise 27:39-40

I‐Genesise 27:39-40 XHO1902A

Wabuya wapendula u‐Yisake uyise wati kuye: Bona ke, kwa sekutyebeni kwomhlaba kwoba yindawo yokuhlala kwako, nasembeteni wezulu uvela pezulu: ngesiṙele sako uya kupila, nomninawe wako uya kumkonza; kanti kuya kuti, nxa unobukosi, uya kwandula ushunqule iyokwe yake entanyeni yako.