I‐Genesise 42:7
I‐Genesise 42:7 XHO1902A
Waza u‐Josefe wabona abakuluwe bake, wabazi; kodwa wazenza owasemzini kubo, wateta nabo ngobulukuni, wati kubo: Nivela pina? Bati: Sivela ezweni le‐Kanane, ukuza kutenga ukutya.