YouVersion Logo
Search Icon

I‐Genesise 44:1

I‐Genesise 44:1 XHO1902A

Wada wamyalela opezu kwendlu yake, esiti: Zalisa inxowa zalamadoda ngokutya, njengoko anamandla okukutwala, uyifake imali yamanye ngamanye emlonyeni wenxowa zawo.