YouVersion Logo
Search Icon

I‐Genesise 47:9

I‐Genesise 47:9 XHO1902A

Wati u‐Yakobi ku‐Faro: Imihla yeminyaka yokupambukela kwam yiminyaka elikulu linamashumi matatu; ibe yemincinane nebububi imihla yeminyaka yokudla kwam ubomi, ndandingafikelelanga kuyo imihla yeminyaka yokudla ubomi kwobawo emihleni yokupambukela kwabo.