YouVersion Logo
Search Icon

I‐Genesise 48:15-16

I‐Genesise 48:15-16 XHO1902A

Wandula wamtamsanqela u‐Josefe, wati: Wanga angati UTIXO, lowo bahambile pambi kwake obawo bam, u‐Abrahame no‐Yisake, UTIXO ondidlisileyo kwa sekuzalweni kwam kwada kwanamhla, kwa INGELOSI endikululeyo kubo bonke ububi, atamsanqele abafana aba; malibizwe pezu kwabo igama lam, negama lobawo bam, u‐Abrahame no‐Yisake; mabakolise ukwanda kakulu pakati kwelizwe!