YouVersion Logo
Search Icon

I‐Genesise 49:8-9

I‐Genesise 49:8-9 XHO1902A

Juda! wena abazalwana bako bokudumisa; isandla sako soba sentanyeni sentshaba zako; baya kuziqubuda pambi kwako onyana boyihlo. U‐Juda ulitole lengonyama; unyukile ekuqwengeni, nyana wam! Watoba, wati butu njengengonyama, nanjengengonyamakazi; ngubanina oya kumvusa?