Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 2:9
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 2:9 XHO1902A
Siyambona kodwa u‐Yesu, owenziwa abe ngapantsi kancinane kuzo ingelosi, ngenxa yobuhlungu bokufa, evatisiwe ngobungcwalisa nangodumo, ukuze ati ngofefe LUKATIXO abavele ukufa kwa bonke.