Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 8:10
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 8:10 XHO1902A
Ngokuba lulo olu ucebano endiya kulwenza nendlu ka‐Sirayeli emveni kwalomihla, utsho UYEHOVA: Ndiya kubeka imiteto yam engqondweni yabo, napezu kwentliziyo yabo ndoyiba̔la; ndandiya kuba NGUTIXO wabo, bati bona babe ngabantu bam.