U‐Yisaya 12:1
U‐Yisaya 12:1 XHO1902A
Ngawo umhla lowo uya kuti: Ndiya kudumisa wena, YEHOVA! nakuba ubundiqumbele, seibuyile ingqumbo yako, waza wandonwabisa.