U‐Yisaya 27:1
U‐Yisaya 27:1 XHO1902A
NGOMHLA lowo UYEHOVA uya kubeta ngeṙele lake, elo lilukuni, elikulu, elinamandla, ileviyatane, inyoka ebalekayo, kwa ileviyatane, inyoka ejikajikayo; nengwenya epakati kwolwandle woyibulala.