U‐Yisaya 45:23
U‐Yisaya 45:23 XHO1902A
Ndizifungile mna; kupumile ilizwi emlonyeni wam ngobulungisa, alisayi kubuya: lokuba oguqa kum onke amadolo, zifunge kum zonke ilwimi.