U‐Yisaya 47:13
U‐Yisaya 47:13 XHO1902A
Seludiniwe bubuninzi bamacebo ako: mabapakame kambe abahluli bamazulu, abakangeli benkwenkwezi, abalaulayo ekutwaseni kwenyanga, bakusindise kwezozinto eziya kuza pezu kwako.