U‐Yisaya 47:14
U‐Yisaya 47:14 XHO1902A
Bona ke, boba njengendiza; umlilo wobatshisa; abayi kuzikulula emandleni elangatye; akuyi kubako ilahle lokuba kufudunyezwe, nomlilo wokuba kuhlalwe pambi kwawo.