U‐Yisaya 60:11
U‐Yisaya 60:11 XHO1902A
Ngako amasango ako oba evulekile futi; emini nasebusuku akayi kuvalwa; kuze kungeniswe kuwe ubutyebi babaheyideni, nokumkani babo baqoqoziselwe kuwe.