U‐Yisaya 60:2
U‐Yisaya 60:2 XHO1902A
Ngokuba, bona ke, ubumnyama bogubungela umhlaba, nesitokotoko abantu; kodwa pezu kwako UYEHOVA uya kupuma, nobungcwalisa bake bobonakala pezu kwako.