U‐Yisaya 60:4
U‐Yisaya 60:4 XHO1902A
Pakamisa amehlo ako ngento engqongayo, ukangele; bona bonke bayazihlanganisa, bayeza kuwe: onyana bako bovela kwa kude, nentombi zako ziya kubelekwa ecaleni.