Abagwebi 7:3
Abagwebi 7:3 XHO1902A
Ngako kaloku danduluka ke ezindlebeni zabantu, ngokuti: Osukuba esoyika engcangcazela, makabuye, emke entabeni ye‐Gileyadi. Kwaza kwabuya kubo abantu amawaka angamashumi mabini anamabini; ada asala amawaka alishumi.