Ivangeli ka‐Mateyu 24:6
Ivangeli ka‐Mateyu 24:6 XHO1902A
Naniya kuba nisiva imfazwe, namaṙe emfazwe: lumkani, ize ningabi navuso; ngokuba zonke ezizinto zifanele ukuhla; kodwa ukupela akukabiko.