Ivangeli ka‐Mateyu 28:12-15
Ivangeli ka‐Mateyu 28:12-15 XHO1902A
Baza bahlanganisana nabadala, bati bakuba becebisene, bawapa imali eninzi amasodati lawo, besiti: Yitshoni ukuti: Abadisipile bake beza ebusuku, bamba̔ xa sileleyo. Sasiya kuti xeshekweni kubikwa oku ebusweni benkosi, sitomalalise yona, sinenze ningabi nangozi nina. Aza atabata lomali, enza njengokuba ebefundiswa: saye isiteto esi sivakaliswa ema‐Judeni kwada kwanamhla nje.