Ivangeli ka‐Maraki 6:5-6
Ivangeli ka‐Maraki 6:5-6 XHO1902A
Waza wakohlwa ukwenza izenzo zamandla kona apo; kwapela wabeka izandla pezu kwento encinane yabafayo, wabapilisa. Wakutela nqa ke ukungakolwa kwabo. WATI kekaloku wajikajikela imizi epahlayo, efundisa.