Imizekeliso 1:1-4
Imizekeliso 1:1-4 XHO1902A
IMIZEKELISO ka‐Solomone, unyana ka‐Davide, ukumkani wo‐Sirayeli; yokuba kwaziwe ubulumko nemfundiso; yokuba kuqondwe iziteto zengqondo; yokuba kwamkelwe imfundiso yobutelekelelo; ubulungisa, nobugwebo, nolungelelwano; yokunika izidenge ubuciko, nomfana ukwazi nentelekeleliso.