Imizekeliso 1:32-33
Imizekeliso 1:32-33 XHO1902A
Ngokuba ukupambuka kwezidenge kuya kuzibulala, nokungakatali kwamageza kuya kuwabubisa. Kodwa ondivayo mna wohlala ngokunqaba; uya kwonwaba, kungeko kwoyika ububi.