Amaculo 122:6-8
Amaculo 122:6-8 XHO1902A
Celelani i‐Yerusaleme uxolo: boba sekwonwabeni abo bakutandayo. Makubeko uxolo pakati kwendonga zako, nokwonwaba pakati kwenqaba zako. Ngenxa yabazalwana bam nabahlobo bam, ndiya kuteta ke, nditi: Uxolo malube pakati kwako.