Amaculo 142:3
Amaculo 142:3 XHO1902A
Nxa umoya wam ubucubukile pakati kwam, wandula wayazi wena indlela yam. Endleleni endihamba ngayo, bandifihlele isibata.