Amaculo 59:16
Amaculo 59:16 XHO1902A
Kodwa mna ndiya kuvuma ngawo amandla ako; ewe, ndiya kudumisa ububele bako ngovuyo kwa kusasa: ngokuba ubuyinyango nendawo yokupepela kum, ngemini yokubandezelwa kwam.