Amaculo 63:7-8
Amaculo 63:7-8 XHO1902A
Ubungumncedi wam nje, ndovuya ngoko emtunzini wamapiko ako. Umpefumlo wam uti nama ukulandela wena; isandla sako sokunene siyandixasa.