Amaculo 75
75
ICULO LXXV.
Liba̔lelwe umhlabeli omkulu, elokuti: Ungatshabalalisi; iculo lika‐Safa, lokuvunywa.
1SIYABULELA kuwe, Tixo! siyabulela: ngokuba kushunyayelwa yimimangaliso yako ukuba igama lako likufupi.
2Nxa ndizuza ixesha elimisiweyo, ndiya kugweba ngokufanelekileyo. 3Umhlaba nabemi bawo bonke banyibilikile; ndiyaqinisa intsika zawo. Sela.
4Ndati kwabagezayo: Musani ukugeza; nakwabakohlakeleyo: Musani ukupakamisa upondo. 5Musani ukupakamisela pezulu upondo lwenu, ningateti ngentamo elukuni. 6Ngokuba upakanyiswa lungaveli apo lipuma ilanga, nalapo litshona kona, lungaveli nasentlango. 7Ngutixo ongumgwebi: omnye uyamwisa, nomnye uyampakamisa. 8Ngokuba kuko indebe esandleni sikayehova; iveyine ibomvu: izele yinto epitikeziweyo; uyatulula kwa kuyo: koko intlenga zayo bonke abakohlakeleyo bomhlaba baya kuzihluza, bazisele.
9Kodwa mna ndiya kushumayela kude kube ngunapakade; ndiya kucula kuye utixo ka‐Yakobi. 10Kanjalo zonke impondo zabakohlakeleyo ndiya kuzinqumla; kodwa impondo zolungileyo ziya kupakanyiswa.
Currently Selected:
Amaculo 75: XHO1902A
Highlight
Share
Copy
Want to have your highlights saved across all your devices? Sign up or sign in
Published by the British and Foreign Bible Society in 1902.

: