Amaculo 79:13
Amaculo 79:13 XHO1902A
Kukona tina bantu bako nezimvu zesidlelo sako siya kubulela kuwe kude kube ngunapakade: soshumayela udumo lwako kwisizukulwana ngesizukulwana.