Amaculo 92
92
ICULO XCII.
Iculo lokuvunywa ngemini ye‐Sabata.
1KULUNGILE ukubulela kuyehova, nokucula egameni lako, wena ungopezu kwonke! 2ukushumayela ububele bako kusasa, nenyaniseko yako ebusuku, 3ngento ezintambo zilishumi, nangenebele, ngekinore ecingisayo. 4Ngokuba wena, Yehova! undivuyisile ngesenzo sako; ndiya kugcoba ngemisebenzi yezandla zako. 5Yehova! hai ubukulu bemisebenzi yako! inkumbulo zako zendele kakulu.
6Umntu odolileyo akazi; nosidenge akakuqondi oku. 7Nxa batyatyambayo abakohlakeleyo njengenca, nanxa bahlumayo bonke abenzi bobubi, kukuba baya kubu̔jiswa kude kube ngunapakade. 8Kodwa wena, Yehova! ungopezulu kude kube ngunapakade. 9Ngokuba, bona ke, intshaba zako, Yehova! ngokuba, bona ke, intshaba zako ziya kutshabalala; bonke abenzi bobubi baya kucitwa.
10Kodwa upondo lwam uya kulupakamisa njengolwenyati; ndiya kutanjiswa ngeoli entsha. 11Laye iliso lam liya kukangela pezu kwabandihlolayo; indlebe zam zova ngabo abakohlakeleyo abasukela ngakum. 12Olungileyo uya kutyatyamba njengomti wepalime; uya kukula njengesedare e‐Lebanone. 13Abatyalwayo endlwini kayehova, baya kutyatyamba emakusini katixo wetu. 14Boba besaxakata nasebudaleni; bocu̔ma babe luhlaza; 15kuze kushunyayelwe ukuba uyehova ulungile: ulilityekazi lam, okungeko bumenemene kuye.
Currently Selected:
Amaculo 92: XHO1902A
Highlight
Share
Copy
Want to have your highlights saved across all your devices? Sign up or sign in
Published by the British and Foreign Bible Society in 1902.

: