Isityilo sika‐Johane 2:10
Isityilo sika‐Johane 2:10 XHO1902A
Ungoyiki nanye yezonto uza kuziva zona: bona ke, u‐Satane uza kuniposa inxenye entolongweni, ukuze nilingwe: naniya kuba nembandezelo imihla elishumi: yiba unyanisekile kude kube sekufeni, ndandiya kukunika isitsaba sobomi.