U‐Rute 1:16
U‐Rute 1:16 XHO1902A
Waza wati u‐Rute: Ungandikungi ukuba ndikushiye, ukuba ndibuye ekukulandeleni; ngokuba apo uya kona, ndiya kuya mna; nalapo ulalisa kona, ndiya kulalisa mna; abantu bako boba ngabantu bam, NOTIXO wako woba NGUTIXO wam