KwabaseKorinte 1 12:17-19
KwabaseKorinte 1 12:17-19 CXB24
Ukuba umzimba lo uphela ubuliliso, bekuya kuba phi na ukuva? Ukuba ubukukuva uphela, bekuya kuba phi na ukusezela? Kungoku ke, uThixo uthe wawamisa amalungu onke emzimbeni, njengoko ethanda. Ukuba ke onke ebelungu linye, ubuya kuba phi na umzimba?