KaPetros 2 1:3-4
KaPetros 2 1:3-4 CXB24
Njengokuba amandla akhe obuThixo asiphile zonke izinto ezisingise ebomini nasekuhloneleni uThixo, ngako ukumazi lowo wasibizayo ngozuko nesidima; Esithe ngazo saphiwa amadinga amakhulu kakhulu, anqabileyo, ukuze ngawo nibe ngamadlelane ngemvelo yobuThixo, nisinde ekonakaleni okukhoyo ehlabathini ngenxa yenkanuko.