uIsaya 19:25
uIsaya 19:25 CXB24
awasikelela uYehova wemikhosi, esithi, Nisikelelwe abantu bam eYiputa, nomsebenzi wezandla zam eAsiriya, nelifa lam kwaSirayeli.