uIsaya 24:23
uIsaya 24:23 CXB24
Iya kuthi ke inyanga ime ngxi, nelanga liya kuba neentloni, xa uYehova wemikhosi uya kulawula eNtabeni yeZiyon naseYerusalem ngozuko phambi kwamadoda akhe amakhulu.