uIsaya 60:11
uIsaya 60:11 CXB24
Ngenxa yoko aya kuhlala evuliwe amasango akho; imini nobusuku abuyi kuvalwa; ukuze abantu baziswe kuwe imikhosi yeentlanga, nookumkani bazo beze kuziswa.