uIsaya 61:10
uIsaya 61:10 CXB24
Ndinemihlali ndanemihlali ngoYehova, umphefumlo wam uya kugcoba ngoThixo wam; ngokuba wandambesa ingubo yosindiso, wandambesa ngengubo yokwaleka yobulungisa, nanjengomyeni ovatho izivatho, nanjengomtshakazi ozihombisa izivatho zakhe.