uYeremiya 3:12
uYeremiya 3:12 CXB24
Yiya umemeze la mazwi entla, uthi, Buya, Sirayeli unezothe, utsho uYehova; andiyi kuwisa umsindo wam phezu kwakho; kuba yinceba leyo, utsho uYehova, yaye andiyi kuba nomsindo ukusa kwixesha elingenammiselo.