uMateyu 17:20
uMateyu 17:20 CXB24
Wathi ke uYesu kubo, Bekungenxa yokungakholwa kwenu; kuba inene ndithi kuni, Beningathi, ninokholo olunjengokhozo lwemostade, nithi kule ntaba, Suka apha uye phaya, isuke, ihambe; kwaye iya kufuduswa; akukho nanye into eya kuninqabela.