uMateyu 19:4-5
uMateyu 19:4-5 CXB24
Waphendula ke wathi kubo, Aniyilesanga na, ukuba lowo wabadalayo kwasekuqalekeni wabadala bayindoda nenkazana? Wathi, Ngenxa yoko umntu womshiya uyise nonina, anamathele emfazini wakhe, baze abo babini babe nyama-nye?