uMateyu 27:22-23
uMateyu 27:22-23 CXB24
Athi uPilato kubo, Ndimenzeni na ke uYesu ekuthiwa nguKristu? Bathi kuye bonke, Makabethelelwe emnqamlezweni. Yathi ke irhuluneli, Kuba enze bubi buni na? Kwaba kukhona ke bakhalayo ngakumbi, besithi, Makabethelelwe emnqamlezweni.