Iindumiso 15:1-2
Iindumiso 15:1-2 CXB24
(Indumiso kaDavide.) Yehova, ngubani na owohlala ententeni yakho? Ngubani na owohlala entabeni yakho engcwele? Ngulowo uhamba ngobulungisa nowenza okusesikweni nothetha inyaniso ngentliziyo yakhe.