Iindumiso 19:14
Iindumiso 19:14 CXB24
Makakholeke amazwi omlomo wam, nezicamango zentliziyo yam, emehlweni akho, Yehova, mandla am, Msindisi wam.