Iindumiso 24:3-4
Iindumiso 24:3-4 CXB24
Ngubani na oya kunyuka aye entabeni kaYehova? Ngubani na onokuma engcweleni yakhe? Yezandla ezihlambulukileyo, nentliziyo ehlambulukileyo; Ongawuphakamiseli ilize umoya wakhe, Ongafungi ubuxoki.