Iindumiso 73:23-24
Iindumiso 73:23-24 CXB24
Mna ke ndihlala ndinani; Wandibamba ngesandla sasekunene. Uya kundikhapha ngecebo lakho, Undithabathe emveni koku, ndibe nozuko.