ULUKA 4:18-19
ULUKA 4:18-19 XHO96
“UMoya weNkosi undongamele, ngoko ke indithambisile; indalathele ukushumayela iindaba ezimnandi kwabasweleyo. Yandithuma ukuvakalisa inkululeko kubathinjwa, nokubuyisela ukubona kwabaziimfama, ndibandululè bekhululekile abacinezelweyo, ndivakalisè unyaka wokuthululwa kwenceba yeNkosi.”