Ivangeli ka‐Johane 15:6

Ivangeli ka‐Johane 15:6 XHO1902A

Ukuba umntu akahlali kum, uyalahlwa njengesebe, ashwabane; bati abantu bawabute, bawapose emlilweni, atshiswe ke.

Video til Ivangeli ka‐Johane 15:6