1
I‐Genesise 13:15
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
ngokuba lonke ilizwe ulibonayo, ndiya kulinika kuwe, nakwinzalo yako, kude kube ngunapakade.
Vertaa
Tutki I‐Genesise 13:15
2
I‐Genesise 13:14
Wayesiti UYEHOVA ku‐Abrame, emveni kwokuba u‐Lote ube wahlukene naye: Zuwapakamise amehlo ako, ukangele kwa kulondawo apo ukona, ngasenode, nangasesuyide, nangasempumalanga, nangasentshonalanga
Tutki I‐Genesise 13:14
3
I‐Genesise 13:16
Ndandiya kuyenza inzalo yako njengotuli lwomhlaba; kwoda kuti, nxa angabala umntu utuli lwomhlaba, kwandule ukubalwa nenzalo yako.
Tutki I‐Genesise 13:16
4
I‐Genesise 13:8
Waza wati u‐Abrame ku‐Lote: Makekungabiko impikisano pakati kwam nawe, napakati kwabalusi bam nabalusi bako; ngokuba singabazalwana tina.
Tutki I‐Genesise 13:8
5
I‐Genesise 13:18
Waza wafudusa intente u‐Abrame, weza wahlala ngasesiyekeni sika‐Mamre, esikufupi ne‐Hebrone, wakela kona isibingelo KUYEHOVA.
Tutki I‐Genesise 13:18
6
I‐Genesise 13:10
Waza u‐Lote wapakamisa amehlo ake, wabona lonke itafa lase‐Yoredane, ukuba lilizwe elikolisa ukucenceshwa indawo zonke; elalite, engekatshabalalisi UYEHOVA i‐Sodome ne‐Gomora, lanjengomyezo KAYEHOVA, nanjengelizwe le‐Jipete, kude kwaziwa e‐Tsohare.
Tutki I‐Genesise 13:10
Koti
Raamattu
Suunnitelmat
Videot